Kuba ngabayihlanganisileyo abaya kuyidla, badumise uYehova; ngabayibutháyo abaya kuyisela ezintendelezweni zengcwele yam.