liya kuba njalo ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam; aliyi kubuyela kum lilambatha, lingàkwenzanga endikuthandayo, lingakuphumelelisanga oko ndilithumela kuko.