Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 54:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, mna ndadala ingcibi efutha umlilo wamalahle, ivelise impahla ngokweshishini layo; kwamna ndadala nomonakalisi wokuyonakalisa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 54

imbono Uisaya 54:16 kwimeko