Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 52:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngokunjalo yena uya kubetha zithi makatha iintlanga ezininzi; ngenxa yakhe ookumkani baya kuthi khamnqa; ngokuba baya kukubona abangazanga bakubaliselwe, bakugqale abangazanga bakuve.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 52

imbono Uisaya 52:15 kwimeko