Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 51:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, bantu banesiyalo sam entliziyweni yabo; musani ukukoyika ukungcikiva kwabafo, ningaqhiphuki umbilini kukunyelisa kwabo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 51

imbono Uisaya 51:7 kwimeko