Intánda yam makhe ndiyivumele ingoma yentánda yam, ngesidiliya sayo.Intánda yam ibé inesidiliya endulini echumayo;