Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 49:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inene, utsho uYehova ukuthi, Nabathinjwe ligorha baya kuthatyathwa, namaxhoba omngcangcazelisi aya kusinda; ke obambana nawe, mna ndiya kubambana naye, ndibasindise mna oonyana bakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:25 kwimeko