Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 45:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. kuthiwe ngokubhekisele kum, KuYehova yedwa bubulungisa namandla, kuyiwa kuye; baya kudana bonke abavutha ngomsindo ngaye.

25. NgoYehova iya kugwetyelwa iqhayise yonke imbewu kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45