Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 45:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xelani, nifikise; ewe, mabacebisane kunye, ukuthi, Ngubani na owavisa oko kwabamandulo, owakuxelayo kwanini? Asindim na Yehova, ekungekho Thixo wumbi ingendim? UThixo onobulungisa, osindisayo, akakho ingendim.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:21 kwimeko