Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 45:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Ukuxelenga kweYiputa nokurhweba kukaKushi nokwamaSebha, abafo abanewonga, kuya kuwelela kuwe kube kokwakho. Baya kuhamba emva kwakho, baya kuwela benemixokelelwane, baqubude kuwe; baya kuthandaza kuwe, besithi, Inene, úkuwe uThixo; akusekho thixo, akukho nokuba abe mnye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:14 kwimeko