Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 43:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akundiziselanga mpahla imfutshane yamadini akho anyukayo; akundizukisanga ngamibingelelo yakho. Andikukhonzisanga ngaminikelo yakudla, andikudinisanga ngantlaka imhlophe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:23 kwimeko