Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 42:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na owamnikela uYakobi ekuhluthweni, owamnikela uSirayeli kubaphangi? AsinguYehova nalowo sonayo kuye, lowo bangavumanga ukuhamba ngeendlela zakhe, àbawuphulaphula umyalo wakhe?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:24 kwimeko