Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 41:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abaziintsizana nabangamahlwempu baya kufuna amanzi, angabikho, ulwimi lwabo lomè linxano; mna Yehova ndiya kubaphendula; mna, Thixo kaSirayeli, andiyi kubashiya.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:17 kwimeko