Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 4:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wodala ke uYehova phezu kweendawo zonke zeentaba zeZiyon, naphezu kweentlanganiso zayo, ilifu elingumsi emini, nokudangazela komlilo ebusuku. Kuba phezu kobuqaqawuli obo bonke, kuya kubakho isigubungelo;

funda isahluko epheleleyo Uisaya 4

imbono Uisaya 4:5 kwimeko