Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 39:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Baya kuthabatha nakoonyana bakho abaya kuphuma kuwe, oya kubazala, babe ngababusi ebhotweni lokumkani waseBhabheli.

8. Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova, olithethileyo. Wathi, Inene, kuya kubakho uxolo nozingiso ngeyam imihla.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 39