Ndathi mna, yakubon' ukuba ithe cwaka imihla yam, mandimke ndiye emasangweni elabafileyo;Ndivelelwe, ndayihluthwa eseleyo iminyaka yam.