Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 38:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngaloo mihla wayesifa UHezekiya, eza kufa. Waya umprofeti kuye, uIsaya unyana ka-Amotsi; wathi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Yolela indlu yakho, ngokuba uya kufa wena, akuyi kuphila.

2. UHezekiya wabubhekisa eludongeni ubuso bakhe, wathandaza kuYehova, wathi,

funda isahluko epheleleyo Uisaya 38