Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 29:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koba njengokuthi olambileyo aphuphe, abone esidla, avuke ulambatha umphefumlo wakhe; njengokuthi onxaniweyo aphuphe, abone asela, avuke, nanko etyhafile, utshoba umphefumlo wakhe; iya kuba njalo ingxokolo yeentlanga eziyiphumele umkhosi intaba yeZiyon.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 29

imbono Uisaya 29:8 kwimeko