Kuya kuthi ngaloo mini, abhulise uYehova, athabathele emsingeni woMlambo,* ase esihlanjeni saseYiputa, nihlanganiselwe omnye komnye, nina nyana bakaSirayeli.