Ngaloo mini kuya kuvunywa le ngoma ezweni lakwaYuda, ithi, Yinqaba umzi wethu thina; úmisa iidonga nongqameko zibe lusindiso.