Ngokuba umzi uwenzé walinxuwa; inqaba enqatyisiweyo yangumwewe; uxande olude lwabasemzini alwaba mzi, ungàkhiwa naphakade.