Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 19:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bazizimathane zodwa abathetheli baseTsohan; amaphakathi alumkileyo kaFaro, icebo labo libubutyhakala. Ningáthini na ukuthi kuFaro, Ndingunyana wezilumko, ndingunyana wookumkani bamandulo?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 19

imbono Uisaya 19:11 kwimeko