Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 17:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mini imizi yakhe enqabileyo iya kuba ngamanxuwa asezintshinyeleni zehlathi, nawasezincotsheni zeentaba, abawashiyáyo phambi koonyana bakaSirayeli; koba senkangala.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 17

imbono Uisaya 17:9 kwimeko