Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 16:13-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Lilo elo ilizwi, awalithethayo uYehova ngoMowabhi kwanini.

14. Kaloku ke uYehova uthetha esithi, Ngeminyaka emithathu, njengeminyaka yomqeshwa, buya kucukucezwa ubuqaqawuli bukaMowabhi, naloo ngxokolo yonke eninzi, amasalela abe mancinane, abe mbalwa, angabi makhulu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16