Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 1:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Ngokuba baya kudana yimiterebhinti* ebeniyinqwenela, nibe neentloni yimiyezo ebeniyinyula;

30. kuba niya kuba njengomterebhinti omagqabi omayo, nanjengomyezo ongenamanzi;

31. nenjengele ibe yingxubuwa, nomsebenzi wayo ube yintlantsi, kutshe kuphele kokubini kunye, kungabikho ucimayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 1