Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 5:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuveni oku, babingeleli, nibaze iindlebe, nina ndlu kaSirayeli; nani ndlu yokumkani, bekani iindlebe; ngokuba uzé kuni umgwebo lo; kuba nisuke naba ngumgibe eMizpa, naba ngumnatha otwatyululweyo phezu kweTabhore.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 5

imbono Uhoseya 5:1 kwimeko