Efrayim, yintoni na esenam nezithixo? Okwam ndiyamphendula, ndímkhathalela; ndinjengomsipres* oluhlaza, siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.