UYakobi wabalekela ezweni lakwa-Aram,* uSirayeli wakhonza ngenxa yomfazi, wagcina imihlambi ngenxa yomfazi.