Bababiza, kwaba kukhona bemkayo ebusweni babo; babingelela kooBhahali,* baqhumisela kwimifanekiso eqingqiweyo.