Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bohlanganisana ndawonye oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli, bazimisele intloko ibe nye, banyuke baphume kwelo zwe; kuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:11 kwimeko