Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 43:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kum, Nyana womntu, khangela indawo yetrone yam, indawo yomphantsi weenyawo zam, apho ndiya kuhlala khona phakathi koonyana bakaSirayeli ngonaphakade; ingabi salenza inqambi igama lam elingcwele indlu kaSirayeli, bona nookumkani babo, ngobuhenyu babo, nangezidumbu zookumkani babo ezigángeni zabo;

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 43

imbono Uhezekile 43:7 kwimeko