Waphuma nam, waya entendelezweni engaphandle ngendlela esinga ngentla, wandísa emagumbini amalunga nendawo le iqhiwukileyo, amalunga nesakhiwo eso, akhangele entla.