Ndiya kubachasa; baya kuphuma emlilweni, umlilo uya kubatshisa; názi ukuba ndinguYehova ekubachaseni kwam.