Yehova, ndiluvile udaba lwakho, ndoyika;Yehova, wuphilise umsebenzi wakho phakathi kweminyaka,Wázise phakathi kweminyaka;Ekugugumeni kwakho khumbula inceba.