Bayinikela imithetho yokumkani kwiirhuluneli zokumkani, nakumabamba nganeno koMlambo;* abo babanceda abantu, nendlu kaThixo.