Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 3:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Basizinzisa isibingelelo endaweni yaso; ngokuba beboyikiswe zizizwe zala mazwe. Banyusa phezu kwaso amadini anyukayo kuYehova, amadini anyukayo akusasa nawangokuhlwa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 3

imbono Uezra 3:3 kwimeko