Abizelana ndawonye amaYuda emizini yawo, emazweni onke kakumkani u Ahaswerosi, ukuba abasé isandla abo babefuna ukuwenza okubi; akwema mntu ebusweni bawo, ngokuba izizwe zonke zafikelwa kukunkwantya.