Waphuma uHaman ngaloo mini evuya, enentliziyo echwayithileyo.Ke uthe uHaman, akumbona uMordekayi esangweni lokumkani, engavuki, engashukumi phambi kwakhe, uHaman wazala ngumsindo ngoMordekayi.