Wathi uMordekayi ukumphendula uEstere, Musa ukuthi emphefumlweni wakho, ùya kusinda wena endlwini yokumkani ngaphezu kwamaYuda onke.