ndisathetha ke ngokuthandaza, indoda enguGabriyeli,* leyo ndayibonayo embonweni ekuqaleni, ndityhafile nokutyhafa, yasondela kum ngexesha lomnikelo wangokuhlwa.