Bheletshatsare, mongameli wezazi, wena ndikwayizo ukuba unomoya woothixo abangcwele, akukho mfihlakalo ikukhohlayo; ndítyele imibono yephupha lam endilibonileyo, nokutyhilwa kwalo.