AmaKaledi athetha ke kukumkani ngesiAram, athi, Kumkani, yidla ubomi ngonaphakade! Bálawulele abakhonzi bakho iphupha elo; sokuxelela ukutyhilwa kwalo.