Waphendula ukumkani, wathi kuDaniyeli, ogama linguBheletshatsare, Ùnako na ukundazisa iphupha endilibonileyo, nokutyhilwa kwalo?