Wathi ukumkani kuAshpenazi, umthetheli-mathenwa akhe, makazìse abakoonyana bakaSirayeli, nabembewu yakwakumkani, nabakumawaba;