Ukumkani wathetha nabo; kubo bonke bephela àkufumanekanga banjengoDaniyeli, noHananiya, noMishayeli, noAzariya. Bema ke bona phambi kokumkani.