Testamente Endala

Testamente Entsha

Uamosi 8:13-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Ngaloo mini úya kuwa isiduli umthinjana omhle nomlisela, linxano.

14. Bona abo bàfunga ityala lakwaSamari; bàthi, Ehleli nje uThixo wakho, Dan; bàthi, Ihleli nje indlela yaseBher-shebha: bona baya kuwa, bangabi savuka.

funda isahluko epheleleyo Uamosi 8