Imibingelelo neminikelo yokudla naniyizisa kum yini na entlango, iminyaka emashumi mané, ndlu kaSirayeli?