Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa yezikreqo ezithathu zakwaMowabhi, ngenxa yeziné — andiyi kuyibuyisa umva le nto — ngenxa yokuwatshisa kwakhe amathambo ookumkani bakwaEdom, ába yikalika: