ndiya kubàsa umlilo eludongeni lweRabha, utshise iingxande zayo ezinde, kúhlatywa umkhosi ngemini yokulwa, kúkho umoya ovuthuzayo ngemini yesaqhwithi.