Testamente Endala

Testamente Entsha

Inumeri 34:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bawisele oonyana bakaSirayeli umthetho, uthi kubo, Xa nithe nangena ezweni lakwaKanan (lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni libe lilifa, ilizwe lakwaKanan ngokwemida yalo),

funda isahluko epheleleyo Inumeri 34

imbono Inumeri 34:2 kwimeko